Ujeremiya 47:4 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku ufikile umhla wokutshatyalaliswa kwawo onke amaFilistiya,nokuphanziswa kwawo onke amasalela anokunceda iTire neSidon.Kaloku uNdikhoyo uza kuyitshabalalisa iFilistiyaelisalela lababevela kwisiqithi saseKafetori.

Ujeremiya 47

Ujeremiya 47:1-7