Ujeremiya 47:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenxa yesingqi sokuphala kweembalasane zamahashe,nokugoqoza kweenqwelo,nokuxokozela kwamavili,ooyise babashiye enyanyeni abantwana,kuba izandla zabo ziwile.

Ujeremiya 47

Ujeremiya 47:1-7