IJiputa ifutha oku kwenyoka erhubuluzayo,kuba utshaba olunamandla alufikanga lugalelekile!Luya kunifikela ngamazembe okwamadoda agawula imithi.