Ujeremiya 46:21 Ibhayibhile (XHO96)

Amajoni angabaqeshwa aseJiputaafana neenkunzana ezityebileyo,suka nawo ajika abaleka,akwema nalinye.Afikelwe yimini yentlekele,ixesha lokohlwaywa kwawo.

Ujeremiya 46

Ujeremiya 46:12-25