Ujeremiya 37:1 Ibhayibhile (XHO96)

UZedekiya unyana kaYosiya wabekwa waba ngukumkani wakwaJuda, emiselwa ngukumkani uNebhukadenezare waseBhabheli. Wangena ezihlangwini zikaKoniya unyana kaJoyakim

Ujeremiya 37

Ujeremiya 37:1-6