Ujeremiya 36:32 Ibhayibhile (XHO96)

Wathatha enye incwadi uJeremiya, wayinika unobhala uBharaki unyana kaNeriya. UBharuki wabhala onke loo mazwi wawabizelwa nguJeremiya ayekulaa ncwadi yatshiswa ngukumkani. Kongezwa namanye amazwi amaninzi anjengawo.

Ujeremiya 36

Ujeremiya 36:29-32