Ujeremiya 3:8 Ibhayibhile (XHO96)

UJuda wabona ukuba umkreqikazi uSirayeli ndamnika incwadi yoqhawulo-mtshato ngenxa yokukrexeza, kodwa yena akazange othuke, suka naye ngokwakhe wangena kolo krexezo.

Ujeremiya 3

Ujeremiya 3:6-12