Ujeremiya 3:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ndandiba uya kuthi emva kwayo yonke loo nto abuyele kum. Kodwa akabuyelanga kum, yaye nodade wabo ongathembekanga uJuda wayibona loo nto.

Ujeremiya 3

Ujeremiya 3:1-9