Ujeremiya 24:3 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo wathi kum: “Jeremiya, ubona ntoni na?”Mna ndithe: “Ndibona amakhiwane. Amahle mahle gqitha; amabi mabi mpela – zizinto ezingenako nokutyiwa oku.”

Ujeremiya 24

Ujeremiya 24:1-10