Ujeremiya 24:2 Ibhayibhile (XHO96)

Enye ingobozi yayinamakhiwane amahle kunene, la avuthwa kuqala; enye inamakhiwane amabi kakhulu, angenakutyiwa.

Ujeremiya 24

Ujeremiya 24:1-10