Ujeremiya 2:36 Ibhayibhile (XHO96)

Yini na ukuba urhaqaze kangaka, uzijika-jike iindlela zakho?IJiputa iza kukuphoxa kanye ngalaa ndlela yaniphoxa ngayo neAsiriya.

Ujeremiya 2

Ujeremiya 2:32-37