Ujeremiya 2:35 Ibhayibhile (XHO96)

Naxa kunjalo usathi: ‘Ndimsulwa;uNdikhoyo akasenawo umsindo ngakum.’Kodwa ke mna Ndikhoyo ndiza kukohlwayanaxa usithi akwenzanga sono.

Ujeremiya 2

Ujeremiya 2:32-37