Ujeremiya 14:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kutheni wafana nomntu odidekileyo,kanye njengegorha elingenamandla okuhlangula?Ngenene ukho phakathi kwethu, Ndikhoyo,singabantu ababizwa ngegama lakho, uze ungasilahli.

Ujeremiya 14

Ujeremiya 14:3-15