Ujeremiya 14:8 Ibhayibhile (XHO96)

Wena Themba likaSirayeli,wena Mhlanguli wakhe ngamaxesha okubandezeleka,yini na ukuba ubenjengomngeneleli kweli lizwe,ube njengomhambi othe vu ubusuku kuphela?

Ujeremiya 14

Ujeremiya 14:2-16