Uisaya 51:1 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo uthi:“Phulaphulani, nina banxanel' ubulungisa,nina babongozana noNdikhoyo.Khangelani kwiliwa enathwetyulwa kulo,kuloo mqhokro navunjululwa kuwo.

Uisaya 51

Uisaya 51:1-9