Uisaya 40:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. “Thuthuzelani, bathuthuzeleni abantu bam,”utsho kaloku uThixo wenu.

2. “Thethani kakuhle neJerusalem;dandulukani niyixelele ukuba umzabalazo wayo ufezekile.Kaloku izono zayo zixolelwe;*uNdikhoyo uyibonelele ngaphezu kunobugwenxa bayo.”

Uisaya 40