Uisaya 39:8 Ibhayibhile (XHO96)

“Eli lizwi likaNdikhoyo ulithethayo lifanelekile,” uphendule watsho uHezekiya. Kaloku wayesithi: “Noko kuya kubakho inzolo nokhuseleko ngemihla yokudla kwam ubomi.”

Uisaya 39

Uisaya 39:4-8