Uisaya 37:11 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku sowuzivile izigigaba zokumkani waseAsiriya kwezinye izizwe; uyazi ukuba wazibhukuqa wazitshabalalisa tu. Ke wena uthi uya kusinda njani?

Uisaya 37

Uisaya 37:2-13