Uisaya 37:10 Ibhayibhile (XHO96)

“Yithi kukumkani uHezekiya wakwaJuda: ‘Musa ukukhohliswa ngulo Thixo wakho umthembileyo. Uyakuxokisa xa esithi: “IJerusalem ayiyi kuthinjwa ngukumkani waseAsiriya.”

Uisaya 37

Uisaya 37:6-14