Uisaya 26:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ebusuku umphefumlo wam ulangazelela wena;kusasa umoya wam uyazula ufuna wena.Xa ulohlwaya ihlabathiabemi balo bafunda ngobulungisa.

Uisaya 26

Uisaya 26:3-14