Uisaya 26:10 Ibhayibhile (XHO96)

Akuncedi nto ukwazelelela isikhohlakali;kaloku sivalekile, asibuqondi ubulungisa.Sona siyona nakwilizwe lamalungisa;asibuvumi ubungangamsha bukaNdikhoyo.

Uisaya 26

Uisaya 26:5-11