Uisaya 19:23 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku kuya kubakho uhola wendlela esuka eJiputa iye kungena eAsiriya. Aye ke ama-Asiriya namaJiputa aya kuhambelana, futhi anqule kunye.

Uisaya 19

Uisaya 19:18-25