Uisaya 19:22 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo uya kuwohlwaya ngezibetho amaJiputa, kambe ke wobuya aphozise. Aya kuthi akubhenela kuye amaJiputa, uNdikhoyo asabele awanyange.

Uisaya 19

Uisaya 19:16-25