Uisaya 19:17 Ibhayibhile (XHO96)

AmaJiputa aya kurhwaqeliswa nakukukhankanywa oku kukaJuda; kuwo kosuka kuthi qatha isicwangciso sikaNdikhoyo uSomandla-onke.

Uisaya 19

Uisaya 19:9-21