Uisaya 19:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaloo mihla ke amaJiputa aya kuba ngamatyutyusi amagwala. Aya kuphakuzela oyike akuqonda ukuba isandla *sikaNdikhoyo uSomandla-onke sijinga phezu kwawo.

Uisaya 19

Uisaya 19:6-19