Uisaya 14:20 Ibhayibhile (XHO96)

owakh' umngcwabo soz' ufane nowabo.Kaloku wena wabatshabalalisa wababhuqa;wababopha ngentamb' enye nabakho abantu.Intw' ekhohlakele nesizukulwana sayonegama layo soze libe nto!

Uisaya 14

Uisaya 14:14-22