Uisaya 14:19 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke wena uyindingan' engenangcwaba;wena uyinto esidumbu sibukulwayo.Ngoku sewambethe ababuleweyo abagwazwe ngekrele,abaphoswe emhadini ongxondorha.Ngoku sewuyinto yokuxovulwa ngeenyawo;

Uisaya 14

Uisaya 14:11-27