Uhezekile 9:7 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakhona uthe kubo: “Yigqwaliseni indlu kaThixo, iinkundla zizale zizidumbu. Hambani!” Baza ke bahamba betyakatya bebulala esixekweni apho.

Uhezekile 9

Uhezekile 9:1-11