Uhezekile 9:6 Ibhayibhile (XHO96)

nityakatye nitshabalalise amaxhego, amadodana neentombi, abafazi nabantwana, kodwa maze ningamchukumisi onophawu. Qalani kanye esibingelelweni.” Ngoko nangoko baqala ngamadoda amakhulu ayelapho phambi kwendlu kaThixo.

Uhezekile 9

Uhezekile 9:1-11