Kwabaseroma 3:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ungcono ngani na ke umJuda? Lunceda ntoni ke lona ulwaluko lwakhe?

2. Lulunge kakhulu, ngeendlela zonke. Okokuqala uThixo ugcinise udaba lwakhe kuwo amaJuda.

3. Kuya kuthini ke ukuba athile kuwo akakholwanga? Ngaba uThixo uya kuthi ngokungathembeki kwawo angathembeki naye?

Kwabaseroma 3