Kwabaseroma 2:29 Ibhayibhile (XHO96)

UmJuda ngulowo ungumJuda ngokwangaphakathi, nolwaluko lolwentliziyo ngoMoya kaThixo, kungabi ngammiselo nje. Umntu onjalo ke ukholekile kuThixo, nangona angànconywayo ngabantu.

Kwabaseroma 2

Kwabaseroma 2:22-29