Kwabaseroma 2:17-20 Ibhayibhile (XHO96)

17. Uyabona wena unegama lobuJuda, wayame *ngomthetho kaMosis; uqhayisa ngoThixo;

18. uyayazi intando kaThixo; ukhonjiswe okulungileyo ngumthetho.

19. Kananjalo wena ukholose ngokuthi ungumkhokeli weemfama, ulukhanyiso lwâbo basebumnyameni,

20. umkhokeli weziyatha, umfundisi weentsana, kuba unawo umthetho ofumbethe ulwazi nenyaniso.

Kwabaseroma 2