Kwabaseroma 1:32 Ibhayibhile (XHO96)

Bayawazi ummiselo kaThixo wokuba abo bazenzayo izinto ezinjalo bafanelwe kukufa; kodwa abaneli nje kukuzenza ezi zinto, koko basuka babakhuthaze nabo bazenzayo.

Kwabaseroma 1

Kwabaseroma 1:27-32