Kwabasefilipi 3:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku ndimanywe naye, ndingenabulungisa ndizifumanele bona ngokugcina kwam umthetho. Ndimanywe noKrestu nje, ndenziwe ilungisa nguThixo ngenxa yokukholwa kuKrestu.

Kwabasefilipi 3

Kwabasefilipi 3:1-11