Kwabasefilipi 3:10 Ibhayibhile (XHO96)

Inye kuphela ke into endiyifunayo: kukwazana noKrestu, ndize nam ndiweve ukusebenza kwawo amandla okuvuka kwakhe, ndibe nenxaxheba kwiimbandezelo zakhe, ndimanywe naye ekufeni kwakhe,

Kwabasefilipi 3

Kwabasefilipi 3:3-11