Kwabasefilipi 2:3 Ibhayibhile (XHO96)

Musani ukusunduzana. Izinto sanukuzenza ngokuzigwagwisa nangokuqhayisa. Ndaweni yaloo nto zithobeni, nibaphakamise kunani abanye abantu.

Kwabasefilipi 2

Kwabasefilipi 2:1-4