Eyonqulo 7:19 Ibhayibhile (XHO96)

Xa inyama yedini ithe yadibana nantoni na enomlaza, kufuneka itshiswe ingàtyiwa. Wonke ubani ongenamlaza angayitya inyama yedini elo.

Eyonqulo 7

Eyonqulo 7:10-27