Eyonqulo 7:18 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba ityiwe loo nyama ngosuku lwesithathu, uThixo akayi kulamkela elo dini laloo mntu, kuba lisuke *lanomlaza. Nabani na ke oya kuthi alitye uya kuluthwala uxanduva lwakhe.

Eyonqulo 7

Eyonqulo 7:10-23