Eyeziqalo 4:15 Ibhayibhile (XHO96)

Uphendule wathi uNdikhoyo: “Hayi, akunjalo; ukuba kubekho mntu ukubulalayo, ndomohlwaya ngokuphindwe kasixhenxe.” Waza ke uNdikhoyo wamphawula uKayen khon' ukuze nabani na odibana naye angambulali.

Eyeziqalo 4

Eyeziqalo 4:7-16