Eyeziqalo 4:14 Ibhayibhile (XHO96)

Uyandigxotha ngoku emhlabeni, ndibe kude nawe. Ngoku ndiza kuba ngudingezweni, yaye wonke ubani odibana nam uya kundibulala.”

Eyeziqalo 4

Eyeziqalo 4:7-16