Ekajuda 1:16 Ibhayibhile (XHO96)

Aba bantu into abayaziyo kukukhalaza besola. Barhorhozela emva kweminqweno yabo egwenxa. Ngamabhongo abo baqhayisa baqhathe abantu, khon' ukuze babaxhaphaze.

Ekajuda 1

Ekajuda 1:8-25