Ekajuda 1:15 Ibhayibhile (XHO96)

Iza kugweba isingele phantsi bonke abantu abangamkhathalelanga uThixo. Aba bantu iza kubagweba ngenxa yezinto ezimanyumnyezi abazenzileyo; ngokunjalo nangenxa yezenyeliso abazithethileyo bengcikiva uThixo.”

Ekajuda 1

Ekajuda 1:14-22