Amava Engqondi 4:4-7 Ibhayibhile (XHO96)

4. Ndafumanisa ukuba into eyenza abantu babulaleke bazabalaze kangaka kukuxhalela abamelwane. Kambe ke naleyo ngamampunge, nqwa nokusukelana nomoya.

5. Isiyatha sisonga izandla,sizitshabalalise ngokwaso.

6. Phofu ke akunani kwaintwana engephi, oyifumana wonwabile,kunentabalala ezuzwa ngembulaleko kusukelwana nomoya.

7. Kwakhona ndawabona amampunge alapha phantsi kwelanga:

Amava Engqondi 4