Amava Engqondi 3:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ndabona ukuba into emfaneleyo umntu kukwanela, axhamle imigudu yakhe, kuba kambe eso sisabelo sakhe. Kakade ngubani onokumbonisa oko kuza kwenzeka za sele engekho?

Amava Engqondi 3

Amava Engqondi 3:16-22