2 Yookumkani 8:27 Ibhayibhile (XHO96)

Wahamba ekhondweni lendlu ka-Ahabhi, wenza okubi emehlweni kaNdikhoyo. Kaloku wayengumkhwenyana kwindlu ka-Ahabhi.

2 Yookumkani 8

2 Yookumkani 8:26-29