2 Yookumkani 8:18 Ibhayibhile (XHO96)

Wahamba ekhondweni lookumkani bakwaSirayeli, wenza njengendlu ka-Ahabhi. Kaloku wayethathe intombi yakhe. Wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo.

2 Yookumkani 8

2 Yookumkani 8:8-20