2 Yookumkani 8:17 Ibhayibhile (XHO96)

Wayeneminyaka emashumi mathathu anambini ukuqala kwakhe ukulawula, waza ke walawula eJerusalem iminyaka yasibhozo.

2 Yookumkani 8

2 Yookumkani 8:12-18