2 Yookumkani 8:15 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke ngemini elandelayo uHazayeli wathatha ilaphu, walifaka emanzini, waza wafuthanisela ukumkani lowo wada wafa. Akuba efile ke, uHazayeli waba ngukumkani endaweni yakhe.

2 Yookumkani 8

2 Yookumkani 8:12-18