2 Yookumkani 8:14 Ibhayibhile (XHO96)

UHazayeli wamshiya uElisha, wagoduka waya enkosini yakhe. Akubuza ke uBhenadadi ukuba uthini na uElisha, uHazayeli wathi: “Uthi uza kuphila.”

2 Yookumkani 8

2 Yookumkani 8:13-20