2 Yookumkani 5:24 Ibhayibhile (XHO96)

Akufika endulini uGehazi wawuthatha loo mthwalo apho kwizicaka, waya kuwubeka endlwini. Ke zona izicaka ezo wazindulula zemka.

2 Yookumkani 5

2 Yookumkani 5:21-27